PHILANI  QUEENSTOWN  CATHOLIC  DEVELOPMENT

Philani Queenstown Catholic Development (PQCD) is a faith-based project founded in 2012 in the Diocese of Queenstown. It is under the supervision of Rev. Bishop Dabula Mpako. The purpose of the project is to focus on reaching out to orphans, vulnerable children and ministering to those infected with HIV and AIDS and related diseases. Our aim is to give high quality living to orphans and vulnerable children in the spirit of serving Christ.  By doing this, we are trying to give every child his/her dignity.

227                                    222

The project pays visit to the families to identify the OVCs, this is touching because they live under the care of grandparents and child-headed household. The biggest challenge is poverty and unemployment. In 2014, we had villages like Bolotwa, McKay’s Nek, Lady Frere, Ilinge, Machibini, Mtebele visited, and food parcels distributed to 150 households. In winter orphans were given blankets to keep them warm. There are also NGOs who receive help from Philani, namely Isibindi from Ilinge and also Rise and Shine from Mtebele.

The project has been funded by the SACBC for the past four years; this charitable act is greatly appreciated. Though no more funding is now available, there is hope that the project will still continue helping the poor.

Short explanation of the project in IsiXhosa. UPhilani Queenstown Catholic Development (PQCD) yiproject esekelwe elukholweni, eyasekwa ngomnyaka  ka 2012 kwidayosisi  yakuKomani.Isebenza phantsi kweliso elibukhali lohloniphekileyo uBishophu Dabula Mpako. Injongo yayo  kukugxila  ekufikeleleni kwiinkedama, nabantwana abasesichengeni nokusebenza nabo bachatshazelwe sisifo sikagawulayo HIVand AIDS  nezifo ezinxulumene naso. Injongo yethu kukuphucula nokunyusa umgangatho wempilo yeenkedama nabantwana abasesichengeni, emoyeni wokukhonza uKristu. Ngokwenza oku, sizama ukunika wonke umntwana isidima sakhe.

185                         194

Kule project kuhanjelwa iintsapho, kuhanjelwa aba bantwana, kwaye oku  kuchukumisa kakhulu kuba bahlala noomhakhulu/ tatomkhulu abanye baphethe amakhaya akukho bazali. Owona mceli-mngeni mkhulu yintlupheko nokuswela umsebenzi. Kulo nyaka udlulileyo, 2014 kuhanjelwe iindawo ezizezi- Bolotwa, Mckays Nek,  Lady Frere,  Ilinge, Machibini noMtebele. Kwahanjiswa nokutya kumakhaya  amalunga ne 150 achaphazelekayo. Ebusika abantwana baphiwa iingubo ukuze bafudumale ngexesha lengqele. Kukho  nee  NGOs ezithi zincedwe nguPhilani kwiintswelo zazo,  ISibindi  eLinge,  uRise and Shine  eMtebele nezinye.

 Le project ibifumana inkxaso  kwi Qumrhu loo Bishop bamaKatolike ase Mzantsi Afrika, kule minyaka mine idlulileyo. Sisibulela kakhulu esi senzo sothando nenceba. Nangona lo mthombo utshile nje, sinethemba lokuba le project izakuqhubela phambili ukunceda amahlwempu.

214 We appreciate the good work by our sisters in reaching out to the people of God which is in a way some sort of The New Evangelization! God bless you for your self-dedication in this mission!!!\

By Fr. Thembela (mthemngoma@gmail.com)

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *

*